1 Samuweli 18:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 UDavide waqalisa ukuphuma ayokulwa iimfazwe, yaye wayesoloko ephumelela*+ naphi na apho athunyelwe khona nguSawule. Ngoko uSawule wamenza intloko yamadoda emfazwe,+ yaye bonke abantu babeyivuyela loo nto, nkqu nezicaka zikaSawule.
5 UDavide waqalisa ukuphuma ayokulwa iimfazwe, yaye wayesoloko ephumelela*+ naphi na apho athunyelwe khona nguSawule. Ngoko uSawule wamenza intloko yamadoda emfazwe,+ yaye bonke abantu babeyivuyela loo nto, nkqu nezicaka zikaSawule.