1 Samuweli 18:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 USawule waba lugcwabevu ngumsindo,+ imcaphukisa nale ngoma, kuba wayesithi: “Banike uDavide amashumi amawaka, mna bandinika amawaka. Sekusele nje ukuba bamenze ukumkani!”+
8 USawule waba lugcwabevu ngumsindo,+ imcaphukisa nale ngoma, kuba wayesithi: “Banike uDavide amashumi amawaka, mna bandinika amawaka. Sekusele nje ukuba bamenze ukumkani!”+