1 Samuweli 18:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Wathi ke uDavide kuSawule: “Apha kwaSirayeli ndingubani na mna nezizalwana zam, eziyintsapho katata, ukuba ndingade ndibe ngumkhwenyana kakumkani?”+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:18 IMboniselo,4/1/2004, iphe. 15
18 Wathi ke uDavide kuSawule: “Apha kwaSirayeli ndingubani na mna nezizalwana zam, eziyintsapho katata, ukuba ndingade ndibe ngumkhwenyana kakumkani?”+