1 Samuweli 18:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 uDavide wahamba namadoda akhe baza babulala amadoda angamaFilisti ayi-200, yaye uDavide wawazisa amajwabi awo onke kukumkani, ukuze endiselane nokumkani. Ngoko uSawule wamnika uMikali intombi yakhe waba ngumfazi wakhe.+
27 uDavide wahamba namadoda akhe baza babulala amadoda angamaFilisti ayi-200, yaye uDavide wawazisa amajwabi awo onke kukumkani, ukuze endiselane nokumkani. Ngoko uSawule wamnika uMikali intombi yakhe waba ngumfazi wakhe.+