1 Samuweli 19:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ekubeni uYonatan, unyana kaSawule, wayemthanda kakhulu uDavide,+ wathi kuye: “USawule utata ufuna ukukubulala. Ekuseni uze ulumke, uhambe uye endaweni efihlakeleyo, uzimele apho.
2 Ekubeni uYonatan, unyana kaSawule, wayemthanda kakhulu uDavide,+ wathi kuye: “USawule utata ufuna ukukubulala. Ekuseni uze ulumke, uhambe uye endaweni efihlakeleyo, uzimele apho.