1 Samuweli 19:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoko uYonatan wathetha kakuhle ngoDavide+ kuSawule utata wakhe waza wathi: “Ukumkani makangamenzi into embi* uDavide isicaka sakhe, kuba akakonanga yaye izinto azenzileyo zincede kwawena.
4 Ngoko uYonatan wathetha kakuhle ngoDavide+ kuSawule utata wakhe waza wathi: “Ukumkani makangamenzi into embi* uDavide isicaka sakhe, kuba akakonanga yaye izinto azenzileyo zincede kwawena.