1 Samuweli 19:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Uye wabeka ubomi bakhe engozini, waxabela umFilisti,+ ukuze uYehova enze uSirayeli wonke oyise.* Nawe lo wayibona loo nto, wavuya kakhulu. Ngoko kutheni ufuna ukona igazi elimsulwa ngokubulala uDavide ngaphandle kwesizathu?”+
5 Uye wabeka ubomi bakhe engozini, waxabela umFilisti,+ ukuze uYehova enze uSirayeli wonke oyise.* Nawe lo wayibona loo nto, wavuya kakhulu. Ngoko kutheni ufuna ukona igazi elimsulwa ngokubulala uDavide ngaphandle kwesizathu?”+