-
1 Samuweli 19:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Ekuhambeni kwexesha kwaphinda kwabakho imfazwe, waza uDavide wayokulwa namaFilisti, wawaxabela wabulala abantu abaninzi kakhulu, aza amaFilisti abaleka.
-