1 Samuweli 19:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 USawule wakhulula iimpahla zakhe, naye wazenza umprofeti phambi koSamuweli, waza walala phantsi ehamba ze* imini yonke nobusuku bonke. Yiloo nto kwathiwa: “Ngaba noSawule ngumprofeti na?”+
24 USawule wakhulula iimpahla zakhe, naye wazenza umprofeti phambi koSamuweli, waza walala phantsi ehamba ze* imini yonke nobusuku bonke. Yiloo nto kwathiwa: “Ngaba noSawule ngumprofeti na?”+