1 Samuweli 20:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa uDavide wathi: “Utata wakho wazi kakuhle ukuba wena uyakholwa ndim.+ Ngoko usenokuthi, ‘UYonatan makangayixelelwa le nto, kungenjalo uza kuba buhlungu.’ Kodwa njengoko uYehova ephila, nanjengoko nawe* uphila, ubomi bam busengozini!”+
3 Kodwa uDavide wathi: “Utata wakho wazi kakuhle ukuba wena uyakholwa ndim.+ Ngoko usenokuthi, ‘UYonatan makangayixelelwa le nto, kungenjalo uza kuba buhlungu.’ Kodwa njengoko uYehova ephila, nanjengoko nawe* uphila, ubomi bam busengozini!”+