1 Samuweli 20:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Mthande ngokungagungqiyo umkhonzi wakho,+ kuba wenze isivumelwano nomkhonzi wakho+ phambi koYehova. Kodwa ukuba ndinetyala,+ ndibulale ngokwakho. Kutheni ufanele undise kutata wakho?”
8 Mthande ngokungagungqiyo umkhonzi wakho,+ kuba wenze isivumelwano nomkhonzi wakho+ phambi koYehova. Kodwa ukuba ndinetyala,+ ndibulale ngokwakho. Kutheni ufanele undise kutata wakho?”