1 Samuweli 20:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Logama unyana kaYese esaphila kulo mhlaba, wena nobo bukumkani bakho anizukumiselwa ngokuqinileyo.+ Ngoko ke thumela umntu aze naye apha kum, kuba umele afe.”*+
31 Logama unyana kaYese esaphila kulo mhlaba, wena nobo bukumkani bakho anizukumiselwa ngokuqinileyo.+ Ngoko ke thumela umntu aze naye apha kum, kuba umele afe.”*+