1 Samuweli 21:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Ethubeni uDavide waya eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli. UAhimeleki woyika kakhulu akudibana noDavide waza wathi: “Kutheni uhamba wedwa nje, kungekho mntu uhamba naye?”+
21 Ethubeni uDavide waya eNobhi+ kuAhimeleki umbingeleli. UAhimeleki woyika kakhulu akudibana noDavide waza wathi: “Kutheni uhamba wedwa nje, kungekho mntu uhamba naye?”+