9 Wathi ke umbingeleli: “Kukho ikrele likaGoliyati+ umFilisti, lo wamxabelayo eNtlanjeni KaElaha.+ Lisongelwe ngelaphu pha emva kwe-efodi.+ Ukuba uyalifuna, ungalithatha, kuba lilo lodwa elikhoyo.” UDavide wathi: “Alikho elinjengalo, ndinike lona kanye.”