1 Samuweli 21:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Abakhonzi baka-Akishe bathi kuye: “AyingoDavide na lo, ukumkani welizwe? Ayinguye na lo babecula ngaye yaye bedanisa, besithi, ‘USawule uxabele amawaka akhe,Yena uDavide amashumi amawaka akhe’?”+
11 Abakhonzi baka-Akishe bathi kuye: “AyingoDavide na lo, ukumkani welizwe? Ayinguye na lo babecula ngaye yaye bedanisa, besithi, ‘USawule uxabele amawaka akhe,Yena uDavide amashumi amawaka akhe’?”+