1 Samuweli 21:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UDavide wacingisisa ngala mazwi, waza wamoyika kakhulu+ uKumkani uAkishe waseGati.