1 Samuweli 22:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngoko uDavide wemka apho,+ wabalekela kumqolomba waseAdulam.+ Bathe bakuva abantakwabo nayo yonke indlu katata wakhe, behla baya kuye.
22 Ngoko uDavide wemka apho,+ wabalekela kumqolomba waseAdulam.+ Bathe bakuva abantakwabo nayo yonke indlu katata wakhe, behla baya kuye.