1 Samuweli 22:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Onke amadoda awayesezinkathazweni, onke awayenamatyala nawo onke awayenezikhalazo,* aya kuye. Waba yinkokheli yawo. Ayengamadoda amalunga ne-400.
2 Onke amadoda awayesezinkathazweni, onke awayenamatyala nawo onke awayenezikhalazo,* aya kuye. Waba yinkokheli yawo. Ayengamadoda amalunga ne-400.