1 Samuweli 22:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Wathi kuzo: “Khanimamele, nina maBhenjamin. Ngaba unyana kaYese+ uza kuninika nonke amasimi namasimi eediliya? Ngaba nonke uza kunenza abaphathi bamawaka nabaphathi bamakhulu?+
7 Wathi kuzo: “Khanimamele, nina maBhenjamin. Ngaba unyana kaYese+ uza kuninika nonke amasimi namasimi eediliya? Ngaba nonke uza kunenza abaphathi bamawaka nabaphathi bamakhulu?+