1 Samuweli 23:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko uDavide wabuza kuYehova+ wathi: “Ndihambe na ndiyokuwaxabela la maFilisti?” UYehova wathi kuye: “Hamba, uze uwaxabele amaFilisti, uyisindise iKeyila.”
2 Ngoko uDavide wabuza kuYehova+ wathi: “Ndihambe na ndiyokuwaxabela la maFilisti?” UYehova wathi kuye: “Hamba, uze uwaxabele amaFilisti, uyisindise iKeyila.”