1 Samuweli 23:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Kodwa amadoda kaDavide athi kuye: “Jonga! Soyika ngoku silapha kwaYuda,+ siza kuba sathini ke xa siye eKeyila, kanye phambi komkhosi wamaFilisti!”+
3 Kodwa amadoda kaDavide athi kuye: “Jonga! Soyika ngoku silapha kwaYuda,+ siza kuba sathini ke xa siye eKeyila, kanye phambi komkhosi wamaFilisti!”+