1 Samuweli 23:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko nangoko wesuka uDavide namadoda akhe, amadoda amalunga ne-600,+ bemka eKeyila baza bahamba behlala. Xa uSawule waxelelwa ukuba uDavide ubalekile eKeyila, wayeka ukumleqa.
13 Ngoko nangoko wesuka uDavide namadoda akhe, amadoda amalunga ne-600,+ bemka eKeyila baza bahamba behlala. Xa uSawule waxelelwa ukuba uDavide ubalekile eKeyila, wayeka ukumleqa.