1 Samuweli 23:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wathi kuye: “Sukoyika, kuba uSawule utata akazukukufumana. Uza kuba ngukumkani kwaSirayeli,+ mna ke ndiza kuba ngowesibini emva kwakho, noSawule utata uyayazi loo nto.”+
17 Wathi kuye: “Sukoyika, kuba uSawule utata akazukukufumana. Uza kuba ngukumkani kwaSirayeli,+ mna ke ndiza kuba ngowesibini emva kwakho, noSawule utata uyayazi loo nto.”+