1 Samuweli 23:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Njengoko uSawule wayekweli cala lentaba, uDavide namadoda akhe babekwelinye icala. UDavide wanyusa isantya ukuze amshiye+ uSawule, kodwa uSawule namadoda akhe babethe nca emva kwakhe sele beza kumfumana, bambambe.+
26 Njengoko uSawule wayekweli cala lentaba, uDavide namadoda akhe babekwelinye icala. UDavide wanyusa isantya ukuze amshiye+ uSawule, kodwa uSawule namadoda akhe babethe nca emva kwakhe sele beza kumfumana, bambambe.+