1 Samuweli 24:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko uDavide waphuma emqolombeni, wakhwaza uSawule esithi: “Nkosi yam kumkani!”+ USawule wajika wajonga ngasemva, waza uDavide waqubuda ubuso bakhe bujonge phantsi.
8 Emva koko uDavide waphuma emqolombeni, wakhwaza uSawule esithi: “Nkosi yam kumkani!”+ USawule wajika wajonga ngasemva, waza uDavide waqubuda ubuso bakhe bujonge phantsi.