-
1 Samuweli 24:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 Jonga tata, jonga umphetho wesambatho sakho esingenamikhono osesandleni sam. Ngokuya bendinqumla umphetho wesambatho sakho esingenamikhono khange ndikubulale. Nawe uyazibonela yaye uyaqonda ukuba andinazinjongo zakukwenzakalisa okanye zakukujikela, yaye andikonanga+ nangona wena undizingela ukuze undibulale.+
-