1 Samuweli 24:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wathi kuDavide: “Ulilungisa ngaphezu kwam, kuba uye wandiphatha kakuhle, kodwa mna ndikubuyekeze ngobubi.+
17 Wathi kuDavide: “Ulilungisa ngaphezu kwam, kuba uye wandiphatha kakuhle, kodwa mna ndikubuyekeze ngobubi.+