1 Samuweli 24:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngoko uDavide wamfungela uSawule, emva koko uSawule wagoduka.+ Kodwa yena uDavide namadoda akhe, benyuka babuyela endaweni ekhuselekileyo.+
22 Ngoko uDavide wamfungela uSawule, emva koko uSawule wagoduka.+ Kodwa yena uDavide namadoda akhe, benyuka babuyela endaweni ekhuselekileyo.+