1 Samuweli 25:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ekuhambeni kwexesha uSamuweli+ wafa, yaye wonke uSirayeli waqokelelana ukuze amzilele, waza wamngcwabela endlini yakhe eRama.+ Emva koko uDavide wesuka wehla waya entlango yeParan.
25 Ekuhambeni kwexesha uSamuweli+ wafa, yaye wonke uSirayeli waqokelelana ukuze amzilele, waza wamngcwabela endlini yakhe eRama.+ Emva koko uDavide wesuka wehla waya entlango yeParan.