1 Samuweli 25:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 uNabhali waziphendula izicaka zikaDavide wathi: “Xa engubani loo Davide? Engubani na unyana kaYese? Kule mihla zininzi izicaka eziqhwesha kwiinkosi zazo.+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:10 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 78 IMboniselo,7/1/2009, iphe. 19
10 uNabhali waziphendula izicaka zikaDavide wathi: “Xa engubani loo Davide? Engubani na unyana kaYese? Kule mihla zininzi izicaka eziqhwesha kwiinkosi zazo.+