1 Samuweli 25:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kwangelo xesha, omnye wezicaka waxelela uAbhigali, umfazi kaNabhali, wathi: “Mamela! UDavide uthumele abathunywa bevela entlango ukuba bazokunqwenelela inkosi yethu okuhle, kodwa uye wabathuka!+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:14 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 76-79 IMboniselo,7/1/2009, iphe. 18-20
14 Kwangelo xesha, omnye wezicaka waxelela uAbhigali, umfazi kaNabhali, wathi: “Mamela! UDavide uthumele abathunywa bevela entlango ukuba bazokunqwenelela inkosi yethu okuhle, kodwa uye wabathuka!+