1 Samuweli 25:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ndicela inkosi yam ingazikhathazi ngalo ngantweni unguNabhali,+ kuba ulandele igama lakhe. NguNabhali* igama lakhe, yaye akabhadlanga. Kodwa mna sicakazana sakho nkosi yam, khange ndibabone abafana obubathumile. 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:25 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 80 IMboniselo,7/1/2009, iphe. 20-21
25 Ndicela inkosi yam ingazikhathazi ngalo ngantweni unguNabhali,+ kuba ulandele igama lakhe. NguNabhali* igama lakhe, yaye akabhadlanga. Kodwa mna sicakazana sakho nkosi yam, khange ndibabone abafana obubathumile.