1 Samuweli 25:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ngoku ke nkosi yam, ephila nje uYehova ibe nawe* uphila nje, nguYehova okunqandileyo+ ukuba ungabi netyala legazi+ yaye ungaziphindezeli* ngesandla sakho. Kwanga iintshaba zakho nabo bafuna ukukwenzakalisa bangaba njengoNabhali.
26 Ngoku ke nkosi yam, ephila nje uYehova ibe nawe* uphila nje, nguYehova okunqandileyo+ ukuba ungabi netyala legazi+ yaye ungaziphindezeli* ngesandla sakho. Kwanga iintshaba zakho nabo bafuna ukukwenzakalisa bangaba njengoNabhali.