28 Ndicela inkosi yam isixolele isicakazana sayo ngesono esisenzileyo, kuba nakanjani na uYehova uza kuyenzela indlu eza kuhlala ikho+ inkosi yam, kuba inkosi yam ilwa iimfazwe zikaYehova,+ yaye akukho bubi bubhaqiweyo kuwe, kuyo yonke imihla yakho.+