1 Samuweli 25:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Kungenjalo, ephila nje uYehova uThixo kaSirayeli ondinqandileyo ukuba ndingakwenzakalisi,+ ukuba ubungakhawulezanga wandihlangabeza,+ bekuza kuthi kusisa ngomso, kube kungekho nenye indoda* kwaNabhali.”+
34 Kungenjalo, ephila nje uYehova uThixo kaSirayeli ondinqandileyo ukuba ndingakwenzakalisi,+ ukuba ubungakhawulezanga wandihlangabeza,+ bekuza kuthi kusisa ngomso, kube kungekho nenye indoda* kwaNabhali.”+