1 Samuweli 25:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 UAbhigali+ wakhawuleza waphakama, wakhwela idonki, emva kwakhe kulandela izicakakazi zakhe ezintlanu. Wahamba nabathunywa bakaDavide waza ke waba ngumfazi wakhe. 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 25:42 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 82-83 IMboniselo,7/1/2009, iphe. 21
42 UAbhigali+ wakhawuleza waphakama, wakhwela idonki, emva kwakhe kulandela izicakakazi zakhe ezintlanu. Wahamba nabathunywa bakaDavide waza ke waba ngumfazi wakhe.