1 Samuweli 25:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Kodwa uSawule wayesele emthathile uMikali+ intombi yakhe, umfazi kaDavide, wamnika uPalti,+ unyana kaLayishe, waseGalim.
44 Kodwa uSawule wayesele emthathile uMikali+ intombi yakhe, umfazi kaDavide, wamnika uPalti,+ unyana kaLayishe, waseGalim.