1 Samuweli 26:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UDavide waphinda wathi: “Ephila nje uYehova, yena uYehova ngokwakhe uza kumxabela,+ okanye afe ngenye emini+ njengamntu wonke, okanye uza kuya edabini aze atshabalale.+
10 UDavide waphinda wathi: “Ephila nje uYehova, yena uYehova ngokwakhe uza kumxabela,+ okanye afe ngenye emini+ njengamntu wonke, okanye uza kuya edabini aze atshabalale.+