1 Samuweli 26:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Andiyicingi nokuyicinga eyokuba uYehova angathanda ukuba ndimse isandla umntu amkhethileyo uYehova!+ Ngoko ke, khawuthathe lo mkhonto osecaleni kwentloko yakhe nejagi yamanzi, size sihambe.”
11 Andiyicingi nokuyicinga eyokuba uYehova angathanda ukuba ndimse isandla umntu amkhethileyo uYehova!+ Ngoko ke, khawuthathe lo mkhonto osecaleni kwentloko yakhe nejagi yamanzi, size sihambe.”