1 Samuweli 26:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UDavide wawuthatha umkhonto nejagi yamanzi ecaleni kwentloko kaSawule, baza bemka. Akukho kwamntu owababhaqayo,+ okanye owababonayo okanye owavukayo, kuba bonke babelele, ngenxa yokuba uYehova wayebenze balala yoyi.
12 UDavide wawuthatha umkhonto nejagi yamanzi ecaleni kwentloko kaSawule, baza bemka. Akukho kwamntu owababhaqayo,+ okanye owababonayo okanye owavukayo, kuba bonke babelele, ngenxa yokuba uYehova wayebenze balala yoyi.