1 Samuweli 26:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 USawule wathi: “Ndonile.+ Buya Davide nyana wam, kuba andizukuphinda ndikwenzakalise, ngenxa yokuba namhlanje uye wabubona buxabisekile ubomi bam.*+ Ndiyavuma, ndenze ubudenge yaye ndenze enkulu yona impazamo.”
21 USawule wathi: “Ndonile.+ Buya Davide nyana wam, kuba andizukuphinda ndikwenzakalise, ngenxa yokuba namhlanje uye wabubona buxabisekile ubomi bam.*+ Ndiyavuma, ndenze ubudenge yaye ndenze enkulu yona impazamo.”