1 Samuweli 26:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 NguYehova oza kubuyekeza ngamnye ngobulungisa bakhe+ nokuthembeka kwakhe, kuba uYehova namhlanje ebekunikele esandleni sam, kodwa mna andavuma ukusa isandla kumntu amkhethileyo uYehova.+
23 NguYehova oza kubuyekeza ngamnye ngobulungisa bakhe+ nokuthembeka kwakhe, kuba uYehova namhlanje ebekunikele esandleni sam, kodwa mna andavuma ukusa isandla kumntu amkhethileyo uYehova.+