1 Samuweli 26:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 USawule wathi kuDavide: “Kwanga ungasikelelwa Davide nyana wam. Ngokuqinisekileyo uza kwenza izinto ezinkulu yaye uza kuphumelela nakanjani.”+ Wahamba ke uDavide, yena uSawule wagoduka.+
25 USawule wathi kuDavide: “Kwanga ungasikelelwa Davide nyana wam. Ngokuqinisekileyo uza kwenza izinto ezinkulu yaye uza kuphumelela nakanjani.”+ Wahamba ke uDavide, yena uSawule wagoduka.+