1 Samuweli 28:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Ngaloo mihla, amaFilisti aqokelela imikhosi yawo ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokuqinisekileyo uyayazi ukuba wena namadoda akho niza kuphuma nam namhlanje siye edabini.”+
28 Ngaloo mihla, amaFilisti aqokelela imikhosi yawo ukuze alwe imfazwe noSirayeli.+ Ngoko uAkishe wathi kuDavide: “Ngokuqinisekileyo uyayazi ukuba wena namadoda akho niza kuphuma nam namhlanje siye edabini.”+