-
1 Samuweli 28:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Emva koko “uSamuweli”* wathi kuSawule: “Undiphazamisele ntoni ngokuthi mandinyuswe?” USawule wathi: “Ndisengxakini enkulu. AmaFilisti alwa nam, ibe noThixo undishiyile yaye akasandiphenduli, nokuba kungabaprofeti okanye ngamaphupha.+ Yiloo nto ke ndibhenela kuwe ukuze undixelele into endimele ndiyenze.”+
-