1 Samuweli 28:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Lo mfazi wayenethole lenkomo elityebileyo kwakhe. Ngoko wakhawuleza walixhela,* wathatha umgubo, waxova intlama waza wayibhaka wenza isonka esingenagwele.
24 Lo mfazi wayenethole lenkomo elityebileyo kwakhe. Ngoko wakhawuleza walixhela,* wathatha umgubo, waxova intlama waza wayibhaka wenza isonka esingenagwele.