-
1 Samuweli 29:3IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
3 Kodwa ke iinkosana zamaFilisti zathi: “Afuna ntoni la maHebhere apha?” UAkishe wathi kwiinkosana zamaFilisti: “Lo nguDavide, isicaka sikaKumkani uSawule wakwaSirayeli. Ebekunye nam unyaka okanye ngaphezulu.+ Andifumananga kwanto embi kuye ukususela laa mini wabalekela ngayo kum kwada kwanamhlanje.”
-