1 Samuweli 30:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ayethimbe abafazi+ nabo bonke abanye abantu ababelapho, ukususela koyena mncinci ukuya koyena mkhulu. Akazange abulale mntu, kodwa ahamba nabo.
2 Ayethimbe abafazi+ nabo bonke abanye abantu ababelapho, ukususela koyena mncinci ukuya koyena mkhulu. Akazange abulale mntu, kodwa ahamba nabo.