1 Samuweli 30:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Waba nexhala kakhulu uDavide, kuba la madoda ayeceba ukumbetha ngamatye. Ayebuhlungu gqitha kukulahlekelwa ngoonyana neentombi zawo. Kodwa uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.+
6 Waba nexhala kakhulu uDavide, kuba la madoda ayeceba ukumbetha ngamatye. Ayebuhlungu gqitha kukulahlekelwa ngoonyana neentombi zawo. Kodwa uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.+