1 Samuweli 30:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UDavide waqhubeka nohambo lwakhe kunye namadoda ayi-400, kodwa wona ayi-200 ashiyeka kuba ayedinwe kakhulu ukuba angawela iNtlambo YaseBhesore.+
10 UDavide waqhubeka nohambo lwakhe kunye namadoda ayi-400, kodwa wona ayi-200 ashiyeka kuba ayedinwe kakhulu ukuba angawela iNtlambo YaseBhesore.+